Oku kukucela ukuba iminwe yam kunye neefoto zitshatyalaliswe. Ndiyavuma ukuba ndiza kwaziswa ngokubhaliweyo kule dilesi ingezantsi xa isicelo sifunyenwe kwaye kwakhona xa inkqubo igqityiwe. Ndikwayavuma ukuba esi sicelo asinakuvunywa ukuba iimeko zingaphandle kwezikhokelo zoMgaqo-nkqubo weSebe lesiPolisa laseVictoria.